1 Chronicles 27:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Jonatane uyisekazi ka‐Davide ebengumpakati, obeyindoda enokuqonda nomba̔li; u‐Yehili unyana ka‐Hakemoni ebendawonye nonyana bokumkani;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYonatan, uyisekazi kaDavide, ube ngumphakathi, eyindoda enokuqonda, engumbhali yena. UYehiyeli unyana kaHakemon ubenoonyana bokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYonatan, umninawa kaDavide, ubengumphakathi, indoda esisilumko, umbhali; yaye uYehiyeli unyana kaHagmon wayenoonyana bokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJonatan, uyisekazi kaDavide, ebeliphakathi. Wayeyindoda ekrele-krele efundileyo. Yena noYehiyeli unyana kaHakimoni babengabaqeqeshi boonyana bakakumkani.