1 Chronicles 27:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Benaya lo ebeligoṙa pakati kwabamashumi matatu, epezu kwabamashumi matatu kanjako; na pezu kwesahlulo sake wabengu‐Hamizabadi unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngulo Bhenaya waye eligorha kumashumi amathathu, ephethe amashumi omathathu lawo; eqeleni lakhe inguAmizabhadi unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguye lowo uBhenaya, eyindoda enkulu phakathi kwamashumi omathathu lawo, inamashumi mathathu; unyana wakhe nguAmisabhadi kwiqela lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
owayeyinkokheli yeqela lamagorha angamashumi amathathu – isekela lakhe belingunyana wakhe uAmizabhedi;