1 Chronicles 28:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumka kaloku; ngokuba uyehova ekunyulile ukuba uyake indlu ibe yindawo eyingcwele: yomelela, wenze ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ulumke ke; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu ibe yeyengcwele. Yomelela uyenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lumka ngoku; ngokuba uYehova ukunyule ukuba wakhe indlu engcwele; yomelela, yenze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke zikisa ukucinga, kuba kaloku uNdikhoyo ukunyulele ukuba umakhele indlu engcwele. Ngoko ke yomelela uwenze lo msebenzi.”