1 Chronicles 28:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa utixo wati kum: Akuyi kwakela igama lam indlu, ngokuba wena uyindoda yemfazwe, negazi ulipalazile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koko uThixo wathi kum, Uze ungalakheli ndlu igama lam, ngokuba uyindoda yemfazwe, uphalaze igazi elininzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo kum, Akuyi kulakhela ndlu igama lam, ngokuba uligorha, uphalaze igazi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa uThixo uthe kum: ‘Asinguwe oza kwakhela igama lam indlu. Kaloku wena ulijoni, ibe ke uliphalazile igazi.’