1 Chronicles 29:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ndingubanina, nabantu bam bangobanina, ukuba sibe namandla okunika ngokuvuma njengoku? ngokuba zivela kuwe izinto zonke, na ko kwesako isandla sinikile kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndingubani na mna, bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okunika ngokuqhutywa yintliziyo njengoku?Ngokuba zivela kuwe zonke izinto; sikunika okuvele esandleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ndingubani na mna, yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side senze imibingelelo ngokuqhutywa yintliziyo? ngokuba zonke izinto ziphuma kuwe, sakunika okukokwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa kodwa kuxa ndingubani mna, beyintoni bona aba bantu bam, ukuba singade sibe nako ukukwenzela izinwe ngolu hlobo? Kaloku yonke into iphuma kuwe, ngoko ke nangoku sikunika kwaoko kuphuma esandleni sakho.