1 Chronicles 29:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yehova, Tixo wetu! bonke ubutyebi obu esibulungisileyo, ukuba sikwakele indlu ngenxa yegama lako elingcwele, buvela bona esandleni sako, bubobako bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yehova Thixo wethu, yonke le ngxokolo, siyilungisele ukulakhela indlu igama lakho elingcwele, ivela esandleni sakho, yeyakho yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova Thixo wethu, yonke le nkuni siyilungisele ukulakhela indlu igama lakho elingcwele, ivela esandleni sakho, yeyakho yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, Ndikhoyo, Thixo wethu, yonke le mfumba siyinikele ukulungiselela ukwakhiwa kwendlu egameni lakho elingcwele; yonke yinto ephuma esandleni sakho, ngoko ke konke nje kokwakho kakade.