1 Chronicles 29:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo u‐Davide unyana ka‐Jese wapata ubukumkani pezu kwo‐Sirayeli bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uDavide, unyana kaYese, waye engukumkani wamaSirayeli onke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uDavide, unyana kaYese, waye engukumkani wamaSirayeli onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uDavide unyana kaJese wayengukumkani kaSirayeli jikelele.