1 Chronicles 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Unyana ka‐Solomone ngu‐Rehobome; unyana wake ngu‐Abiya; unyana wake ngu‐Asa; unyana wake ngu‐Yehoshafate;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unyana kaSolomon ibinguRehabheham; nguAbhiya unyana wakhe;nguAsa unyana wakhe; nguYoshafate unyana wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unyana kaSolomon yayinguRehabheham, unyana wakhe uAbhiya, unyana wakhe uAsa, unyana wakhe uYoshafati,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unyana kaSolomon nguRewobhowam; unyana kaRewobhowam nguAbhiya; unyana ka-Abhiya nguAsa; unyana ka-Asa nguYoshafati;