1 Chronicles 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana wake ngu‐Yorame; unyana wake ngu‐Ahaziya; unyana wake ngu‐Yohashe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguYoram unyana wakhe; nguAhaziya unyana wakhe; nguYowashe unyana wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguYoram unyana wakhe, nguAhaziya unyana wakhe, nguYowashe unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
unyana kaYoshafati nguYoram; unyana kaYoram nguAhaziya; unyana ka-Ahaziya nguYowashe;