1 Chronicles 3:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana wake ngu‐Amatsiya; unyana wake ngu‐Hazariya; unyana wake ngu‐Yotame;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguAmatsiya unyana wakhe; nguAzariya unyana wakhe; nguYotam unyana wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAmatsiya unyana wakhe, uAzariya unyana wakhe, uYotam unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
unyana kaYowashe nguAmaziya; unyana ka-Amaziya nguAzariya; unyana ka-Azariya nguYotam;