1 Chronicles 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana wake ngu‐Ahazi; unyana wake ngu‐Hezekiya; unyana wake ngu‐Manase;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguAhazi unyana wakhe; nguHezekiya unyana wakhe; nguManase unyana wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguAhazi unyana wakhe, nguHezekiya unyana wakhe, nguManase unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
unyana kaYotam nguAhazi; unyana ka-Ahazi nguHezekiya; unyana kaHezekiya nguManase;