1 Chronicles 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
unyana wake ngu‐Amoni; unyana wake ngu‐Josiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguAmon unyana wakhe; nguYosiya unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
unyana wakhe uAmon, unyana wakhe uYosiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
unyana kaManase nguAmon; unyana ka-Amon nguYosiya.