1 Chronicles 3:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Yoyakime; ngu‐Yekoniya unyana wake, n o‐Zedekiya unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaYoyakim nguYekoniya unyana wakhe; nguZedekiya unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaYehoyakim nguYekoniya unyana wakhe, nguZedekiya unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abangene ezihlangwini zikaJoyakim ngunyana wakhe uJoyakin yaza yaba nguZedekiya.