1 Chronicles 3:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Yekoniya; ngu‐Asire, n o‐Shalatiyeli unyana wake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaYekoniya nguAsire, nguShelatiyeli unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaYekoniya nguAsire unyana wakhe, uSalatiyeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi inzala kaJoyakin owathinjwayo: Oonyana bakaJoyakin nguShelatiyeli,