1 Chronicles 3:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Pedaya; ngu‐Zerubabeli, no‐Shimehi: nonyana baka‐Zerubabeli; ngu‐Meshulame, no‐Hananiya: no‐Shelomiti ebengudade wabo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaPedaya ngooZerubhabheli noShimehi. Oonyana bakaZerubhabheli ngooMeshulam, noHananiya, benoShelomiti udade wabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaPedaya nguZerubhabheli noShimehi; noonyana bakaZerubhabheli; ooMeshulam, noHananiya, noShelomoti udade wabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaPedaya nguZerubhabheli noShimeyi. Oonyana bakaZerubhabheli ngooMeshulam, noHananiya, benodade wabo uShelomiti,