1 Chronicles 3:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Hananiya; ngu‐Pelatiya, no‐Yesaya: onyana baka‐Refaya, onyana baka‐Ranane, onyana baka‐Hobadiya, onyana baka‐Shekaniya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaHananiya ngooPelatiya noYesaya; oonyana bakaRefaya; oonyana baka-Arnan; oonyana bakaObhadiya; oonyana bakaShekaniya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaHananiya nguShela; oonyana bakaPelatiya noIsaya: oonyana bakaRefaya, oonyana baka-Arnan, oonyana baka-Obhadiya, oonyana bakaSheganiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaHananiya nguPelatiya noJesaya; ewe, noonyana bakaRefaya, nabaka-Arnana, nabakaObhadiya, nabakaShekaniya.