1 Chronicles 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Shekaniya; ngu‐Shemaya: nonyana baka‐Shemaya; ngu‐Hatushe, no‐Yigali, no‐Bariha, no‐Nehariya, no‐Shafate, abatandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShekaniya nguShemaya; oonyana bakaShemaya ngooHatushe, noIgali, noBhariya, noNeyariya, noShafati;bathandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSheganiya yayinguShekaniya noonyana bakaShemaya; uHatusi, noJigale, noBharja, noNearjah, noShafati ezintandathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShekaniya nguShemaya noonyana bakhe: uHatushe, uIgali, uBhariya, uNeyariya, noShafati, bebathandathu bebonke.