1 Chronicles 3:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Eliwenai; ngu‐Hodaviya, no‐Eliyashibe, no‐Pelaya, no‐Hakube, no‐Johanane, no‐Delaya, no‐Anani, abasixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaEliyohenayi ngooHodaya, noEliyashibhi, noPelaya, noAkubhi, noYohanan, noDelaya, noAnani; basixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaEliyonayi nguHodaya, noEliyashibhi, noPelaya, noAkubhe, noYohanan, noDelaya, noAnani, basixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliyohenayi yena wayenoonyana abasixhenxe: uHodaviya, uEliyashibhi, uPelaya, uAkubhi, uYohanan, uDelaya, noAnani.