1 Chronicles 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bonke bangonyana baka‐Davide, ngapandle kwabo onyana bamashweshwe, no‐Tamare udade wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bebonke oonyana bakaDavide ngabo abo, bengabalwa oonyana bamashweshwe; nodade wabo ibinguTamare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke aba yayingoonyana bakaDavide, ngaphandle koonyana bezithende, noTamare udade wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aba ke ngoonyana bakaDavide, ngaphandle kwabo bamaqadi. Udade wabo nguTamare.