1 Chronicles 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kenazi; ngu‐Hotineli, no‐Seraya: nonyana baka‐Hotineli; ngu‐Hatati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKenazi: uOteniyeli noSeraya; oonyana bakaOteniyeli nguHatati noMehonotayi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKenazi nguOteniyeli noSeraya; noonyana bakaOteniyeli; Hathath.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaKenazi nguOteniyeli noSeraya. UOteniyeli wazala uHatati [noMeyonotayi],