1 Chronicles 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mehonotai wazala u‐Hofera: no‐Seraya wazala u‐Jowabi, uyise waba semhlanjeni wencibi; ngokuba bona bebezincibi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMehonotayi wazala uOfera; uSeraya wazala uYowabhi, ozala ooGeharashim, ngokuba bebeziingcibi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMehonotayi wazala uOpra; uSeraya wazala uYowabhi, ozala ooSihlambo samaKerasim; ngokuba bezizingcibi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uMeyonotayi wazala uOfra. Ke uSeraya wazala uJowabhi, ukhokho weGeharashim, eyabizwa ngeli gama kuba abantu balapho babeziingcibi.