1 Chronicles 4:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kalebi unyana ka‐Jefune; ngu‐Hiru, n o‐Ela, no‐Nahame: nonyana baka‐Ela; ngu‐Kenazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKalebhi, unyana kaYefune, ngooIru, noEla, noNaham; oonyana bakaEla; nabakaKenazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noonyana bakaKalebhi, unyana kaYefune; uIru, noEla, noNaham; Oonyana bakaEla nguKenazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaKalebhi, unyana kaYefune, nguIru, noEla, noNaham. Unyana kaEla nguKenazi.