1 Chronicles 4:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana bomfazi ongu‐Hodiya udade ka‐Nahame; nguyise ka‐Kehila um‐Garemi, no‐Shetemoha um‐Mahaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bomkakhe uHodiya, udade boNaham: ngozala amaKehila, umGarmi; nozala amaEshtemowa, umMahaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bomkakhe uHodya, udade boNaham, nguyise kaKehila umGaram, noEstemowa waseMagati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHodiya wathatha udade boNaham, ukhokho weKehila. Oonyana bakhe nguGarmi noEshtemowa waseMahaka.