1 Chronicles 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Raya, unyana ka‐Shobali, wazala u‐Yahati; wati u‐Yahati wazala u‐Ahumai, no‐Lahadi. Ezi zizizalwane zama‐Tsoreha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Yiyo le imizalwane yabaseTsora.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRehaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAkumayi noLahadi. Yiyo leyo imizalwane yamaSora.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati, uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Zizo ezo ke izindlu zamaZora.