1 Chronicles 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Shimone; ngu‐Amnone, no‐Rinai, n o‐Benehanane, no‐Tilone. Nonyana baka‐Yishi; ngu‐Zohete, no‐Bene‐zohete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShimon ngooAmnon noRina, ngooBhen-hanan noTilon. Oonyana bakaIshi ngooZohete noBhen-zohete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShimon nguAmnon noRina, uBhen-hanan noTilon. Oonyana bakaIshi nguShuheti noBhen-soheti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba oonyana bakaShimon: nguAmnon, uRina, uBhen-rhanana, noTilon. Oonyana bakaIshi ngooZoyeti noBhen-zoyeti.