1 Chronicles 4:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Shalume ngunyana wake; u‐Mibisame ngunyana wake; u‐Mishema ngunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguShalum unyana wakhe, nguMibhesam unyana wakhe, nguMishma unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguShalum unyana wakhe, nguMibhesam unyana wakhe, nguMishma unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShawule wazala uShalum, uShalum wazala uMibhesam, uMibhesam wazala uMishma.