1 Chronicles 4:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Mishema: u‐Hamuweli ngunyana wake; u‐Zakure ngunyana wake; u‐Shimehi ngunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMishma nguHamuweli unyana wakhe, nguZakure unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMishma nguHamuweli unyana wakhe, nguSagure unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uMishma wazala uHamuweli, uHamuweli wazala uZakure, uZakure wazala uShimeyi.