1 Chronicles 4:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bahamba baya ngasekungenweni kwe‐Gedore, ngasempumalanga yesihlambo, ukuba bafunele izimvu zabo idlelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya entshonalanga kweGedore, bezisa empumalanga komfula, beyifunela utyani impahla yabo emfutshane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banduluka besa eGedore ngasempumalanga komfula, besiya kuyifunela utyani imfuyo yabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bada baya ngasemacaleni eGedore, beyifunela amadlelo impahla yabo empumalanga entilini yalapho.