1 Chronicles 4:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwapuma kubo, kwa kubo abalusapo luka‐Simone, ukuya entabeni ye‐Sehire, amadoda amakulu mahlanu: u‐Pelatiya, no‐Nehariya, no‐Refaya, no‐Huziyeli, onyana baka‐Yishi, bebezintloko zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma kubo, koonyana bakaSimon abo, kwaya entabeni yaseSehire, amadoda angamakhulu amahlanu, ephethwe ngooPelatiya, noNehariya, noRefaya, noUziyeli, oonyana bakaIshi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abanye kubo, oonyana bakaSimon, bengamakhulu amahlanu, benyuka baya entabeni yakwaSehire, benoPelatiya, noNeriya, noRefaya, noUziyeli, oonyana bakaIshi, bengabathetheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuwo la maSimon kwaphuma amadoda angamakhulu amahlanu, aya kuhlasela eleentaba lase-Edom. Ayephantsi koPelatiya, noNehariya, noRefaya, noUziyeli, oonyana bakaIshi.