1 Chronicles 4:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza abeta isisalela sabasindileyo pakati kwama‐Amaleki, ahlala kona kwada kwanamhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baxabela amaqongqolo ama-Amaleki abesindile; bahlala khona unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawathimba amasalela ama-Amaleki awayekhululwe, ahlala khona unanamhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baxabela amasalela ama-Amaleki awayesindile, baza bahlala khona unanamhla.