1 Chronicles 4:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Ashure, uyise we‐Tekoha, ebenabafazi babini; ngu‐Hela no‐Nahara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAshuri, ozala amaTekowa, ebena bafazi ababini, uHela noNahara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyise kaTekowa wayenabafazi ababini, uHela noNaara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAskure, ukhokho weTekowa, wayenabafazi ababini, uHela noNahara.