1 Chronicles 4:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Nahara wamzalela u‐Ahuzame, no‐Hefere, no‐Temeni, no‐Hahashatari: aba bangonyana baka‐Nahara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNahara wamzalela uAhuzam, noHefere, namaTemeni, namaHahashtari. Ngabo abo oonyana bakaNahara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNahara wamzalela uAhuzam, noHefere, noTemeni, noHahashtari. Aba yayingoonyana bakaNahara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNahara wazala uAhuzam, noHefere, noTemani, noHashatari.