1 Chronicles 5:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku onyana baka‐Gadi bahlala malungana nabo, elizweni le‐Bashane, kwada kwase‐Saleka:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku oonyana bakaGadi bahlala malungana nabo ezweni laseBhashan, besa eSaleka;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaGadi bahlala malungana nabo ezweni laseBhashan, besa eSalga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaGadi babemelene nabakaRubhen ezweni laseBhashan ukuya kutsho eSaleka.