1 Chronicles 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangonyana baka‐Abihayili, unyana ka‐Huri, unyana ka‐Yaroha, unyana ka‐Gileyadi, unyana ka‐Mikayeli, unyana ka‐Yeshishai, unyana ka‐Yado, unyana ka‐Buze:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana baka-Abhihayili, unyana kaHuri, unyana kaYarowa, unyana kaGiliyadi, unyana kaMikayeli, unyana kaYeshishayi, unyana kaYado, unyana kaBhuzi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana baka-Abhihayili, unyana kaHuri, unyana kaYarowa, unyana kaGiliyadi, unyana kaMikayeli, unyana kaYese, unyana kaYagdo, unyana kaBhusi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babeyinzala ka-Abhihayili, unyana kaYuriyi, kaYarowa, kaGiliyadi, kaMikayeli, kaYeshishayi, kaYado, kaBhuzi.