1 Chronicles 5:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke aba baba̔lelwa ngokuzalwa kwabo emihleni ka‐Yotame ukumkani wo‐Juda, nasemihleni ka‐Jorobome ukumkani wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abo babhalwa emilibeni yokuzalwa ngemihla kaYotam ukumkani wakwaYuda, nangemihla kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke aba babebhalwe ngokwemizalwane, ngemihla kaYotam ukumkani wakwaYuda, nangemihla kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke aba babalwa emilibeni yokuzalwa ngemihla kaYotam ukumkani wakwaJuda nangemihla kaJerobhowam ukumkani wakwaSirayeli.