1 Chronicles 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba u‐Juda ebenguye omkulu pakati kwabazalwana bake, nokuvela kuye inkosi; kodwa ubuzibulo bebubobuka‐Josefe:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba uYuda waba ligorha phakathi kwabazalwana bakhe, yaphuma kuye inganga; ke bona ubuzibulo bebubobukaYosefu):
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYuda wazenza wanegunya phezu kwabazalwana bakhe, kwaphuma kuye inganga; kodwa ubuzibulo yayibubo bukaYosefu:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko, nangona uJuda athe wabalasela kunabantakwabo kangangokuba kwada kwaphuma ukumkani kuye, bona ubuzibulo banikwa uJosefu.)