1 Chronicles 5:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Joweli: u‐Shemaya ngunyana wake; u‐Goge ngunyana wake; u‐Shimehi ngunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaYoweli nguShemaya unyana wakhe, nguGogi unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaYoweli; unyana wakhe uShemaya, nguGogi unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi inzala kaYoweli. UYoweli wazala uShemaya, uShemaya wazala uGogi, uGogi wazala uShimeyi,