1 Chronicles 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Bela, unyana ka‐Azazi, unyana ka‐Shema, unyana ka‐Joweli, owahlala e‐Harohere, kwada kwase‐Nebo ne‐Bali‐mehone:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noBhela unyana ka-Azazi, unyana kaShema, unyana kaYoweli, obehleli eArohere, wesa eNebho naseBhahali-mehon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noBhela unyana ka-Asazi, unyana kaShema, unyana kaYoweli, ohleli eArohere, wesa eNebho naseBhahali-meyon;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
noBhela unyana ka-Azazi kaShema kaYoweli. Aba babemi eArohere kuye eNebho naseBhali-meyon.