1 Chronicles 6:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Johanane wazala u‐Hazariya, (nguye lo owapata ubuperisite endlwini abeyakile u‐Solomone e‐Yerusaleme,)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uYohanan wazala uAzariya, (yena ke ebengumbingeleli endlwini awayakhayo uSolomon eYerusalem);
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYohanan nguyise ka-Azariya, obengumbingeleli endlwini awayakhayo uSolomon eYerusalem;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYohanan wazala uAzariya lo wayengumbingeleli ngexesha lokwakhiwa kwendlu kaThixo nguSolomon eJerusalem.