1 Chronicles 6:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hazariya wazala u‐Seraya, no‐Seraya wazala u‐Yehotsadaki,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uAzariya wazala uSeraya; uSeraya wazala uYotsadaki;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAzariya wazala uSeraya; uSeraya wazala uYosadaki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAzariya wazala uSeraya, uSeraya wazala uYozadaki.