1 Chronicles 6:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Jowahi ebengunyana wake; u‐Hido ebengunyana wake; u‐Zera ebengunyana wake; u‐Yaterai ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguYowa unyana wakhe, nguIdo unyana wakhe, nguZera unyana wakhe, nguYehatrayi unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguYowaki unyana wakhe, nguIdo unyana wakhe, nguSeraki unyana wakhe, nguYaterayi unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uJowa, uIdo, uZera, noYaterayi.