1 Chronicles 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Kohati: u‐Haminadabi ebengunyana wake; u‐Kora ebengunyana wake; u‐Asire ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKehati nguAminadabhi unyana wakhe, nguKora unyana wakhe, nguAsire unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKehati nguAminadabhi unyana wakhe, nguKora unyana wakhe, nguAsire unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwindlu kaKohati inkulu nguAminadabhi, ibe nguKora, uAsire,