1 Chronicles 6:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Lekana ebengunyana wake; no‐Abiyasafa ebengunyana wake; no‐Asire ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguElikana unyana wakhe, noEbhiyasefu unyana wakhe, noAsire unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
unyana wakhe nguElikana, nguEbhiyasafu unyana wakhe, noAsire unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uElikana, uAbhiyasafu, uAsire,