1 Chronicles 6:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Tahati ebengunyana wake; u‐Wuriyeli ebengunyana wake; u‐Huziya ebengunyana wake; no‐Saule ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguTahati unyana wakhe, ngu-Uriyeli unyana wakhe, ngu-Uziya unyana wakhe, nguSawule unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguTahati unyana wakhe, ngu-Uriyeli unyana wakhe, ngu-Uziya unyana wakhe, nguSawule unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uTahati, u-Uriyeli, u-Uziya, noShawule.