1 Chronicles 6:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Lekana: onyana baka‐Lekana bebengaba: u‐Tsofai ebengunyana wake; no‐Nahate ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
KuElikana: oonyana bakaElikana nguTsofayi unyana wakhe, noNahati unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KuElikana: oonyana bakaElikana; unyana wakhe uSofayi, noNahati unyana wakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ibe ngunyana ka-Ahimoti uElikana, ibe ngunyana wakhe uZofayi, ibe nguNahati,