1 Chronicles 6:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Eliyabe ebengunyana wake; u‐Yerohame ebengunyana wake; u‐Lekana ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguEliyabhi unyana wakhe, nguYoram unyana wakhe, nguElikana unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noEliyabhi unyana wakhe, noYeroham unyana wakhe, noElikana unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uEliyabhi, uJeroham, uElikana, [noSamweli],