1 Chronicles 6:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Merari: ngu‐Mahali; u‐Libeni ebengunyana wake; u‐Shimehi ebengunyana wake; u‐Huza ebengunyana wake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMerari nguMaheli, nguLibheni unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe, ngu-Uza unyana wakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMerari nguMageli unyana wakhe, noLibheni, noShimehi unyana wakhe, no-Uza unyana wakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwindlu kaMerari inkulu nguMali, ibe nguLibheni, uShimeyi, u-Uza,