1 Chronicles 6:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Shimehi ebengunyana wake: u‐Hagiya ebengunyana wake; u‐Hasaya ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguShimeha unyana wakhe, nguHagiya unyana wakhe, nguAsaya unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
noSimeha unyana wakhe, noHagia unyana wakhe, noAsaya unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uShimeya, uHagiya, noAsaya.