1 Chronicles 6:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bangabemayo kona nonyana babo. Kubo onyana bama‐Kohati: u‐Hemani umculi, unyana ka‐Joweli, unyana ka‐Samyali,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aba ngabo bema noonyana babo. Kubo oonyana bakaKehati nguHeman imvumi, unyana kaYoweli, unyana kaShemuweli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye babengabo babelindile nabantwana babo koonyana bamaHeti nguHeman, imvumi, unyana kaYoweli, unyana kaSamuweli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba ke abebephathiswe iingoma noonyana babo: Kwindlu kaKohati umbhexeshi wekwayara enkulu ibinguHeman unyana koJoweli, kaSamweli,