1 Chronicles 6:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nomzalwana wake u‐Safa, owema ngasekunene kwake: u‐Safa, unyana ka‐Berakiya, unyana ka‐Shimeha,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke umzalwana wakhe uAsafu wema ngasekunene kwakhe: uAsafu unyana kaBherekiya, unyana kaShimeha,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsafu umzalwana wakhe wema ngasekunene kwakhe, inguAsafu unyana kaBherekiya, unyana kaShimeha;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikwayara enganeno ibibhexeshwa nguAsafu unyana kaBherekiya, kaShimeya,